Please wait, loading...

 
Home2019

2019 August

Umzimvubu Local Municipality is saddened by the untimely death of Councillor (Cllr.) Nikiwe Zongwana who passed away on Sunday, 5 April 2020. The municipal council and administration have been dispossessed from yet another staunch community leader. “On behalf of Umzimvubu Municipality I would like to send our deepest condolences to her family and the community...

 APRIL 2020 – THURSDAY Umzimvubu Local Municipality together with the South African Social Security Agency (SASSA) provided food parcels to more than 500 local beneficiaries today. The initiative follows the pronouncement made by the President for a nation-wide lockdown amidst the Covid-19 pandemic. Food parcels were handed out to local residents in KwaBhaca and EmaXesibeni....

​USODOLOPHU WOMASIPALA WASEKUHLALENI UMZIMVUBU UZELE YIMINCILI NOMBULELO EMVENI KOKUBONA INKXASO EYE YATHI TYE ISUKA KUBANIKELI BASEKUHLALENI. Ngomhla weshumi elinesibhozo kwinyanga kaTshazimpuzi kwakulonyaka umiyo; uSodolophu womasipala wasekuhlaleni Umzimvubu uCeba Sobane Mnukwa wenze ilizwi lombulelo kubaxhasi nabanikeli basekuhlaleni, oku ukwenze xa kanye enikezela pasela zokutya kumaphandle iLubaleko nekwidolophu yamaXesibe. Oku kulandela omnye umnikelo ubusaya kwenziwa kwaBhaca kubantu...

https://umzimvubu.gov.za/wp-content/uploads/2020/08/Umzimvubu.jpg

FOR IMMEDIATE RELEASE ATTENTION: ALL EDITORS / REPORTERS MEDIA STATEMENT 24 APRIL 2020 – FRIDAY UMPHATHISWA WESEBE LEMISEBENZI YOLUNTU EMPUMAKOLONI UTYELELA UMZIMVUBU Kwiphulo lokuqinisekisa ukuba sikulungele siliphondo ukulwa nentsholongwane ehlasela ilizwe iCovid-19 umphathiswa kwiSebe leMisebenzi Yoluntu (Department of Public Works) uMnu. Babalo Madikizela ephelekwe nguSodolophu woMzimvubu uCllr S. Mnukwa batyelele izibhedlela iMadzikane KaZulu kunye ne...

https://umzimvubu.gov.za/wp-content/uploads/2020/08/Umzimvubu.jpg

FOR IMMEDIATE RELEASE ATTENTION: ALL EDITORS / REPORTERS MEDIA STATEMENT 29 APRIL 2020 – WEDNESDAY UMZIMVUBU RESPONDS TO THE UNFORTUNATE ACCIDENT INVOLVING THE MAYORS OFFICIAL MUNICIPAL VEHICLE On the 27th April 2020, Umzimvubu Local Municipality learnt of the unfortunate accident involving the Mayors Municipal Vehicle on the N2 between Mount Frere and Qumbu. The municipality...

Copyrights All Rights Reserved. UMZIMVUBU LOCAL MUNICIPALITY.